Am i really alright
Or am i just trying to hard
Am i really alright
Hayi andazi
Ukuba ndizophelelaphi
Hayi andazi
Ukuba ndizophelelaphi
Kodwa kubuhlungu
Kodwa ndiyazama
Kodwa ndiyavuka
Kodwa ndiyaphanda
Kodwa kubuhlungu
Kodwa ndiyazama
Kodwa ndiyazama
Kodwa kubuhlungu
Kodwa ndiyazama
Kodwa ndiyavuka
Kodwa ndiyaphanda
Kodwa kubuhlungu
Kodwa ndiyazama
Kodwa ndiyazama
Kodwa hayi hayi amagingxigingxi
Hayi amagingxigingxi
Ndizothini mina
Hayi hayi amagingxigingxi
Hayi amagingxigingxi
Ndizothini mina
Gingxigingxi
Gingxigingxi
Ndizothini mina, thini mina
Gingxigingxi
Gingxigingxi
Gingxigingxi
Thini mina thini mina
Gingxigingxi
Got me feeling down umthwalo uyandisinda
Feeling like ingqondo siyandishiya
So much pain don't know what i did, what I did
Its okay at least i know i still feel
Pinch myself awake to see it its real
No am not giving up andikwazi
Kodwa kubuhlungu
Kodwa ndiyazama
Kodwa ndiyavuka
Kodwa ndiyaphanda
Kodwa kubuhlungu
Kodwa ndiyazama
Kodwa ndiyazama
Kodwa kubuhlungu
Kodwa ndiyazama
Kodwa ndiyavuka
Kodwa ndiyaphanda
Kodwa kubuhlungu
Kodwa ndiyazama
Kodwa ndiyazama
Kodwa hayi hayi amagingxigingxi
Hayi amagingxigingxi
Ndizothini mina
Hayi hayi amagingxigingxi
Hayi amagingxigingxi
Ndizothini mina
Gingxigingxi
Gingxigingxi
Thini mina thini mina
Gingxigingxi
Gingxigingxi
Gingxigingxi
Thini mina thini mina
Gingxigingxi