(Chorus)
Iyabaleka
Inkosi yamaMpond'iyabaleka
Iyabaleka
Inkosi yamaMpond'iyabaleka
Iyabaleka
Inkosi yamaMpond'iyabaleka
Iyabaleka
Inkosi yamaMpond'iyabaleka
(Stanza1)
Sasivuswa nangendlovu
Sibethwa ngentong'emnyama
Sanyamezela kunjena
Tyhin'upheth'aph'umnt'omnyama
Khawuthethele Zizi
Siyaphela loludlame he
Ncedis'uTshwete siyaphela
Ndiyayzibula mna intwenje
(Chorus)
Iyabaleka
Inkosi yamaMpond'iyabaleka
Iyabaleka
Inkosi yamaMpond'iyabaleka
Iyabaleka
Inkosi yamaMpond'iyabaleka
Iyabaleka
Inkosi yamaMpond'iyabaleka
Tshin'imidaka ibhokile
Nazo nezizwe ziyangena
Tshin'imidaka ibhokile
Nazo nezizwe ziyangena
(Stanza 3)
Wasithel'okaTambo
Mizamo yakh'engaybonanga
Kodw'uncumil'aph'akhoyo
Sisawuopethe ke longaqo
(Stanza 4)
Abamweke banovalo
Bafun'uty'indyebo bodwa
Asingenanga siphelele
Tyhin'upheth'aph'umnt'omnyama
(Chorus)
Iyabaleka
Inkosi yamaMpond'iyabaleka
Iyabaleka
Inkosi yamaMpond'iyabaleka
Iyabaleka
Inkosi yamaMpond'iyabaleka
Iyabaleka
Inkosi yamaMpond'iyabaleka (X2)
Tshin'imidaka ibhokile
Nazo nezizwe ziyangena
Tshin'imidaka ibhokile
Nazo nezizwe ziyangena