We do not have a sample of this song ):

Zuko Kupiso's picture

Andikalibali (feat. Vusi Nova)

(View album: Umkhonto)

A Major (Ionian)

number of views for this lyric  1915 views

play button



40% accurate

Andikalibali
Aph’undithathe khona
Wandibeka lapho
Uthande khona
Kodwa safik’isimo
Sandidubaduba
Khawundibuyisele Mdali
Kwicebo lakho

Andikalibali
Aph’undithathe khona
Wandibeka lapho
Uthande khona
Kodwa safik’isimo
Sandidubaduba
Khawundibuyisele Mdali
Kwicebo lakho

Khawundibuyisele Mdali
Imali ne-fame indibhidile
Khawundibuyisele Mdali
Ngob’ekhaya bandilindile
Mina, mina
Andiphethe nto esandleni
Mina, mina
Ingaba into endizoyithini na leyo
Uzungavumi ngam mdali
Ikhaya lam
Ndiyavuma ndithi ndim lo
Mina, mina
Ndathemba abantu ngecebo lakho
Phezukwakho o Nkosi yami
Uthe uzawundilwela Mdali
Ekhaya lam

Ndithe ndifika kwantonga ziyaduma izinto zenzeka
Zenzeka
Lidolo kwamaAza
Imali nendumo
Nokuthemba abantu Mdali ngecebo lakho
Ndiyakhala ndithi yoh, yoh
Mdali khawundibuyisele
Khawundibuyisele kwicebo lakho

Ndiyavuma ndithi ndim lo
Mina, mina
Ndathemba abantu ngecebo lakho
Phezukwakho o Nkosi yami
Uzungavumi ngam mdali
Ikhaya lam

Ngoba ekhaya batsho ndyabuya
Andinalithemba ngaphandle kwakho
Khawundilwelela mathamini
Khawundilwelela mathamini
Ngob’ amandla andinawo
Nguw’ithemba lam Mdali
Khawundilwelela mathamini
Khawundilwelela mathamini


Ngob’ekhaya akufani nakwa mngani wam
Bathandazelwa ubusuku nemini
Sendiphipla nje yimithandazo kaGogo
Owayithandaza ngam
Usakhumbula
Wathi uGogo makasise iinxaki zakhe kuwe
Wena uzomthwalela
Ngoku ndingilanyana wakhe wayemthandazela
Khawundibonse indlela Nkosi

Get this song on
Apple Music

Get this song on
Spotify

Youtube
Soundcloud
Share what this song means to you..