We do not have a sample of this song ):

Vusi Nova's picture

Andikhathali

(View album: Full Circle)

A Major (Ionian)

number of views for this lyric  1396 views

play button



40% accurate

We started slow
It was infatuation ek’qaleni
Mmmh iyoh kwahamba kwahamba ixesha
Mna nda-catcher
Ingaba luthando na endilivayo
Okanye zizinto zamabom
Ingaba luthando na endilivayo
Okanye zizinto zamabom

Andikhathali ungandidlisa undifunze
Nom’usisono sam esikhulu

Ndizozam’ ungadanisi
Nsuku zethu emhlabeni
Ndizobamb’ isandla sakho nsuku zonke
Emhlabeni emazulwini makwaziwe ungowami
Mna nawe lento yethu ay’secace

Ingaba luthando na endilivayo
Okanye zizinto zamabom
Ingaba luthando na endilivayo
Okanye zizinto zamabom

Andikhathalii ungandidlisa undifunze
Nom’usisono sam esikhulu

Andikhathalii ungandidlisa undifunze
Nom’usisono sam esikhulu

Get this song on
Apple Music

Get this song on
Spotify

Youtube
Soundcloud
Share what this song means to you..