We do not have a sample of this song ):

Vusi Nova's picture

As'phelelanga (feat. Jessica Mbangeni)

(View album: Manyan-Nyan)

A Major (Ionian)

number of views for this lyric  2745 views

play button



40% accurate

Mama Makheba
Mama Busi Mhlongo
Nana Coyote
Ray Phiri
Lucky Dube
Kumkanikazi Brenda Fassie
Ingathath'ingoma yonke
Xa ndinibiza nonke
Ndithi camagu kuni ngegalelo

As'phelelanga
As'phelelanga
kushot'uSfiso As'phelelanga
Hay hay As'phelelanga
Hay hay As'phelelanga
Hay hay As'phelelanga
Hugh Masekela As'phelelanga
Hay hay As'phelelanga
Hay hay As'phelelanga
Hay hay As'phelelanga
kushot'uMandoza As'phelelanga
Hay hay As'phelelanga
Hay hay As'phelelanga
Robbie Malinga As'phelelanga
Hay hay As'phelelanga
Hay hay As'phelelanga

Bavuseni madoda baphakame bavavwe
Baziseni kaloku sibachawule
Nibombhes'ingubo
Nibaxway'umthika
Nibanik'itshoba
Bombhelelen'ingoma
Ningabadlel'indlala
Ibingamanxil'engoma

Omathand'uncuthu lweengoma olungange gwaba
Iimvumi ebezintyiloza zindyondya
Kutsho kutshilwe, kutshotshwe, kungqungqwe,
kungqushelwe intab'egqirha
Neyegqwirhazana
Oh

Kufa okunjani na oku na madoda
Zahamb'iinjojeli nenjojelikazi zingayalelanga
Yawa inamlele
satsho is'thonga
Wamangala umntu wee nkamalala

Hay As'phelelanga
kushot'uSfiso As'phelelanga
Hay hay As'phelelanga
Hay hay As'phelelanga
Hay hay As'phelelanga
Hugh Masekela As'phelelanga
Hay hay As'phelelanga
Hay hay As'phelelanga
Hay hay As'phelelanga
kushot'uMandoza As'phelelanga
Hay hay As'phelelanga
Hay hay As'phelelanga
Hay hay As'phelelanga
Robbie Malinga As'phelelanga
Hay hay As'phelelanga
Hay hay As'phelelanga
Hay As'phelelanga
kushot'uSfiso As'phelelanga
Hay hay As'phelelanga
Hay hay As'phelelanga
Hay hay As'phelelanga
Hugh Masekela As'phelelanga
Hay hay As'phelelanga

Get this song on
Apple Music

Get this song on
Spotify

Youtube
Soundcloud
Share what this song means to you..