We do not have a sample of this song ):

Zuko Kupiso's picture

Bambi Sandla Sam

(View album: Umkhonto)

A Major (Ionian)

number of views for this lyric  1587 views

play button



40% accurate

Thando, Thando
Bambi sandla sam
Ungandishiyi
Thando, Thando
Hlal’entliziyweni yam, ungandishiyi

Xa ndilahlekelwa nguwe
Ndiyafana negobhogobho
Bambi sandla sam
Ungandishiyi
Xa ndilahlekelwa nguwe
Ndiyafana negobhogobho
Bambi sandla sam
Ungandishiyi

Mhla endonile
Ndiphoxekile
Ndifun’ukuziphindezela
Ndifun’ukuziphindezela
Bambi sandla sam
Ungandishiyi
Uma eza kum ethi kum udali akasandifuni udali
Ngoba ndingenay imali
Bambi sandla sam
Ungandishiyi

Uzungandiphoxi ungandishiyi dali
Uzungabawoyi oondabazabantu dali
Woz’obambi sandla sami (Bambi sandla sam ungandishiyi)
Bambi sandla sam

Uzungandiphoxi ungandishiyi dali
Uzungabawoyi oondabazabantu dali
Woz’ohlal’entliziyweni (hlal’entliziyweni yam, ungandishiyi)
Hlal’entliziyweni yam

Uma eza kum udali ethi kum udali akasandifuni udali
Ngoba ndingenay imali (Bambi sandla sam)

Uma ndilahlekelwa nguwe
Ndiyafana negobhogobho
(Bambi sandla sam ungandishiyi)

Get this song on
Apple Music

Get this song on
Spotify

Youtube
Soundcloud
Share what this song means to you..