I gave you the best of me
Yeah I gave you all of me
I put your needs before my own
But still it wasn't enough for you
Mhlambe mna ndisi sdenge
Mhlambe mna ndithanda kakhulu
Bendikutshakile* andifun’kungatsho
Ngab’uyabona mama ndotshakele mna kwakhona
Mhlambe bendingikhowenda* for you
Mhlambe bendingikhowenda* for you
Mhlambe bendingikhowenda* for you
So ndiyeke ndiyeke now I’m in love with you
How I wish that you could’ve taken the time
To consider my feelings
More than two, three, four times
Or go the extra mile
Ubuhlulwa yintoni na
Ukundithanda mna
Ngalendlel’ endikuthanda ngayo
Now let me tell you
You took time to get it
Wen’uthath’ ixesha
Now * usazi
Ubuhlulwa yintoni na
Ukundithanda mna
Ngalendlel’ endikuthanda ngayo
Mhlambe bendingikhowenda* for you
Mhlambe bendingikhowenda* for you
Mhlambe bendingikhowenda* for you
So ndiyeke ndiyeke cause I’m in love with you