Bazam'ukudinyelisa
Ndibenzeni na?
Bazam'ukundiqod'amandla
Nidebenzeni na?
'Zam'ukundinyelisa
Ndibenzeni na?
Bazam'ukundiqod'amandla
Ndibenzeni na?
Bathi, namhla yile
Bathi, ngomso yile
Bathi, namhla yile
Bathi, ngomso yile
Zundinik'amandla
Okuthi cwaka
Ndibajonge