We do not have a sample of this song ):

Vusi Nova's picture

Ewe (feat. 047)

(View album: Manyan-Nyan)

A Major (Ionian)

number of views for this lyric  2382 views

play button



40% accurate

Ndenz'isigqibo mna ngathi
Yangathi ayikho intwe ngapheliyo
Andisafuni ubhalingoma ezib'hlungu
andisafuni, ucula ingoma ezibhlungu, mna no more
This is the hardest thing i ever do

Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena
Mna bendingayaz uthando lunjena
Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena
Mna bendingayaz uthando lunjena

Ndik'nikile lonk'uthando lwam
Ndakunika bal'ulonwabo
Kanti sthandwa sam why undenza njena...
uymisil'ingqondo its fine
ubonil'izinto azispani but why, why, why undenza njena

Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena
Mna bendingayaz uthando lunjena
Mna ndicelubuza madoda uthando lunjena? Lona luvela phina nah,
mna ndicel'ubuza madoda,
mna ndicel'ubuza madoda uthando lunjani nah? Lona luvela phi nah,
Mna ndicel'ubuza madoda

Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena
Mna bendingayaz uthando lunjena
Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena
Mna bendingayaz uthando lunjena

Get this song on
Apple Music

Get this song on
Spotify

Youtube
Soundcloud
Share what this song means to you..