We do not have a sample of this song ):

Zahara's picture

Incwad'encane ft. George Munetsi

(View album: Loliwe)

A Major (Ionian)

number of views for this lyric  2796 views

play button



40% accurate

Ngeny'imini ndathi ndivuka
Ndabona incwadi encane
Ndabona ayiveli kumama lena
Xa ibingumama ngeyithe dear sana lwam
Ndaqhubeka mna ndafunda
Ndifund'incwadi encane
Ithi andazi ndobuya nini na
Ndisathath'uhambo lwam

Ndizokhangela phi na
(Ndizobuza bani na)
Mna ndifun'ubonisthandwa sam
(Mna ndifun'ubona isthandwa sam)
Ndizobuza kubani na
(Ndizobuza bani na)
Mna ndifun'ubona isthandwa sam
(uma ndifun'ubona isthandwa sam)
Ndizokhangela phi na
(Ndizobuza bani na)
Mna ndifun'ubonisthandwa sam
(Ma ndifun'ubona isthandwa sam)
Ndizobuza kubani na
(Ndizobuza bani na)
Mna ndifun'ubona isthandwa sam
(Ma ndifun'ubona isthandwa sam)

Ndavhunza ndavhunza
Ndavhunza akaendepiko
Hona mudiwa wangu
Mudiwa wangu wepamoyo
Dzoka zvako akaende piko
Moyo wangu unorwadza ndikakufunga
Misodzi yobuda
Hoo na yobuda
Mudiwawangu dzoka iwe ai ndichakurinda
Ndati dzoka zvako

Get this song on
Apple Music

Get this song on
Spotify

Youtube
Soundcloud
Share what this song means to you..