Undibona ndilapha
Ufuna inhliziyo yam
Ndizolanda wena
Undibona ndilapha
Ufuna inhliziyo yam
Ndizolanda wena
Namhlanje
Abanye baya le abanye baya le
Abanye baya titizela
Sondela sisi ndik’buze igama
Asoze ndivali indaba
Baya le baya le baya titizela
Sondela sisi ndik’buze igama
Asoze ndivali indaba
O ndibone nguwe (nguwe nguwe nguwe)
Ndikhethe wena (nguwe wenhliziyo yam)
Ndikhethe wena nono
Ndikhetha wena wenhliziyo yam
Inhliziyo yam ithi kokoko
Xa ndibona wena
Inhliziyo yam ithi kokoko
Mamela ithi kokoko ithi kokoko
Abanye baya le abanye baya le
Abanye baya titizela
Ndikhetha wena wenhliziyo yam
Abanye baya le abanye baya le
Abanye baya titizela
Ndikhetha wena dali wenhliziyo yam
Abazi bafuna ntoni kuwe
Nguwe ophethe uthando lwami
Nguwe ondiph’ inhliziyo yami
Ndicela uhlale empilweni yami
Ndokunikez’ uthando nangomso nangonaphakade
Yisho ok’funayo kum
Yisho ok’thandayo kum
Indlebe zam zimamele
Zigcwele uthando lwakho
Inhliziyo yam ithi kokoko
Xa ndibona wena
Inhliziyo yam ithi kokoko
Mamela ithi kokoko ithi kokoko
Abanye baya le abanye baya le
Abanye baya titizela
Ndikhetha wena wenhliziyo yam
Abanye baya le abanye baya le
Abanye baya titizela
Ndikhetha wena dali wenhliziyo yam
Abazi bafuna ntoni kuwe