We mkhuluwa ndiyeke phela
We mkhuluwa ndiyeke phela
Ngoba mna ndiya hamba andi hlali
Hamba andi hlali
We mkhuluwa ndowfel' ekhaya
Ngoba mna ndiyamba andi hlali
Hamba andi hlali
Bendi bhalela wena
Incwadi yokuth' ubuy' ekhaya
Kodwa andiyithol' impendulo
Ndi thyalela wena
Umnxeba wokuth' ubuy' ekhaaya
Kodwa andiyithol' impendulo
Awu ndi naki
Awu ndi, awu ndi khathaleli
Awu ndi thandi
Awu ndi phathi kakuhle
Awu ndi naki
Awu ndi...
Awu ndi...
Ayikho le ndaba
Kanti ndiya hamba ndi buyel' ekhaya
Ayikho le ndaba
Ndihleli ku le ndlu ndiyafa yi ndlala