We do not have a sample of this song ):

Nathi's picture

Ndenzenjani

(View album: Buyelekhaya)

A Major (Ionian)

number of views for this lyric  2574 views

play button



40% accurate

Ndimana ndizi buzukuthi
Ndingenzenjani
Ndimana ndizi buzukuthi
Ndingenzenjani
Ndimana ndizi buzukuthi
Ndingenzenjani
Ndimana ndizi buzukuthi
Ndingenzenjani

Koluthando ndiboni ngozi
Koluthando ndibonintshaba sezilungiswe nguwe zolo
Ndenzenjani

Koluthando ndiboni ngozi
Koluthando ndibonintshaba sezilungiswe nguwe zolo
Ndenzenjani

Ndimana ndizi buzukuthi
Ndingenzenjani
Ndimana ndizi buzukuthi
Ndingenzenjani
Ndimana ndizi buzukuthi
Ndingenzenjani
Ndimana ndizi buzukuthi
Ndingenzenjani

Makufiwa nasisifo onke mandla angahluthwa... ngiyazama kodwa ndenzenjan
Yiguqule eyamintongo
Ifanise naleyakho
Susa konke ukuthandabuza.ndenzenjani

Get this song on
Apple Music

Get this song on
Spotify

Youtube
Soundcloud
Share what this song means to you..