We do not have a sample of this song ):

Simphiwe Dana's picture

Ndim Iqhawe - Pt. 1

(View album: Kulture Noir)

A Major (Ionian)

number of views for this lyric  2550 views

play button



40% accurate

Mhh eh hoyi hololo yem
(Dilika ntaba bo)
Mhh eh hoyi hololo yem
Mhh eh hoyi welela yeh
(Xesha liyandishiya bo)
Mhh eh hoyi welela yeh
Mhh eh hoyi welela yeh
(Suka phambi kwam)
Mhh eh hoyi welela yeh
Mhh eh hoyi hololo yem
Ngoba kufanele ndihambe
Mhh eh hoyi hololo yem
Ulokh’esithi uyahamba
Hayi uyahamba kodw’uhleli hayi bo
Ngoba kufanele ndihambe
Akahambi uhleli eziko
Oyeyeye
Ngoku kufanele kuhambe mna
Oyeyeye
Akahambi uhlelele ntoni?
Uhlele ntoni?

Get this song on
Apple Music

Get this song on
Spotify

Youtube
Soundcloud
Share what this song means to you..