Ndingakuthanda na
Ndingakunika na intliziyo yam yonke
Ndingakuthemba na
Ndingoyiki uzovuk’undishiye
Zonk’izinto endikwenzele zona
Uzozkhumbula na
Uzozkhumbula na
Uyazi ndiyakuthanda lovey
Ngeke ndikushiye lovey
Entliziyweni yam uyazi kukhal’esakho isginci lovey
Kodwa njalo njalo lento yabangani bakho
Indenza ndiphel’amandla manifun’ ukunik’uthando
Ndithembise standwa
Ingaba ungowam ngokupheleleyo
Ngokupheleleyo
Ndingakuthanda na
Ndingakunika na intliziyo yam yonke
Ndingakuthemba na
Ndingoyiki uzovuk’undishiye
Zonk’izinto endikwenzele zona
Uzozkhumbula na
Uzozkhumbula na
Ndithembise standwa
Ingaba ungowam ngokupheleleyo
Ngokupheleleyo
Ndingakuthanda na
Ndingakunika na intliziyo yam yonke
Ndingakuthemba na
Ndingoyiki uzovuk’undishiye
Zonk’izinto endikwenzele zona
Uzozkhumbula na
Uzozkhumbula na