Asinakudandatheka kuphele
Asinakulila kuphele
Asinakuqaqanjelwa kuphele
Asinakulila kuphele
Ndiyakholwa
Ikhon'intw'entle ezakwenzeka
Ndiyakholwa
Ikhon'intw'entle ezakwenzeka
Asinakudandatheka kuphele
Asinakulila kuphele ngathi
Asinakuqaqanjelwa kuphele
Asinakulila kuphele
Ndiyakholwa
Ikhon'intwentle ezakwenzeka
(Sakuncunyiswa ngeny'imini)
Ndiyakholwa
Ikhon'intw'entle ezakwenzeka
Kholwa nawe, kholwa nawe, kholwa nawe, kholwa nawe
Ndiyakholwa
Ikhon'intw'entle ezakwenzeka