We do not have a sample of this song ):

KhiweG's picture

Sana Lwam

(View album: Bhotani - EP)

A Major (Ionian)

number of views for this lyric  2055 views

play button



40% accurate

Sana lwwam hala phantsi uzole
Cingisis'izenzo zakho ucwale
Kudal' uphithizela
Kudala ungazaz' b'uyaphi

Ngoko ndithi yehla lwam

Ubudanile, uphoxekile
Hlengisa uthomalale

Uwhoooah!
Sondela
Sondela
Sondela sana lwam, Yiza kumama wakho
Sondela sana lwam, Yiza kumama wakho

Uwhoooah!
Sondela
Sondela
Sondela sana lwam, Yiza kumama wakho
Sondela sana lwam, Yiza kumama wakho

Sana lwam thob'isantya
Whoo! Khawume
Lendlela oyikhethileyo
Awuyikhanga mthini

Zibhekelise kulamalokonya
Ungamemel' ukuba abantu bathini
Ngoba ndikunikile ubuchule
Bokwakha ikusasa lakho

Get this song on
Apple Music

Get this song on
Spotify

Youtube
Soundcloud
Share what this song means to you..