We do not have a sample of this song ):

Vusi Nova's picture

Soze Ndixole (Vusi Nova, 047, Kwande)

(View album: Full Circle)

A Major (Ionian)

number of views for this lyric  1547 views

play button



40% accurate

Hayi and’soze ndixole mna
Ndibethwa ngabafana bangaphezulu

Mna ndiyadeleleka
Ngoba mna andina mama
Umntu ukhalela kuye xa izinto zikubhedela
Hayi bayandibetha and’kwaz’uyimela
Nam ndiyakwaz’uzimela
Umntu uyazama zama
Mna and’soze ndiphole
Kufa kufikile

Ndiva ndifownelwa,
Utata uyagula
Khawukhwel’ ibus Ngcali wehle
Kwaba kusishiya kwakho
And’soze ndixole mna

Hayi and’soze ndixole mna
Ndibethwa ngabafana bangaphezulu

Ewe ngxatsho madoda
Kunzima nakum, kubuhlungu
Kodwa andiziboni ndincama mna
Noma kunganjani
Aluta continua

Mina majita ndith’ I’m sorry
But vele majita nina anixoli
Kumele thina s’hlale phantsi sibonosane
Heh mani majita nina anixoli

O mphefumlo wam
Kufik’ ubumnyama
Kugcweli’inyembezi
Nditsho nokukhanya
Ngath’asoze bufike
Ndiguqa ngedolo kuye
Ndimxelele Usomandla

Hayi and’soze ndixole mna
Ndibethwa ngabafana bangaphezulu

Get this song on
Apple Music

Get this song on
Spotify

Youtube
Soundcloud
Share what this song means to you..