We do not have a sample of this song ):

KhiweG's picture

Thongo Mamela (feat. LusiBlaq)

(View album: Bhotani - EP)

A Major (Ionian)

number of views for this lyric  2064 views

play button



40% accurate

Khuteni usothuka xa ngingekho?
Ubucing'ba ndizaw'hlalela lonto?
Ingabe iyozala Nkomo ni?

Ndibona abanye bephumelela
Eyam impilo ime ngxi
Ndineemincili ndibaqhwabela
Ndizibuza "Izaw'ba ndim nini?"
Ndiguqa ndithandaze de ndibongoze
Ndicela ukukhazimula Bhungane
Kodwa nd'yak'bona ba Awundihoyi
Awundifuni
Awuzihluphi ngam

Ingaba nisekhona?
Kudala ndikhanyisa amakhandela
Ndibasa nempepho ndiphahla
Ingaba, ingaba nisekhona?
Kudala ndizama ngandlela zonke ukuba nindihoye
Ngxe-ngxe-ngxe-ngxesi ndiyaxolisa
Ngobubi bam, ngezenzo zam zobugwenxa
Mhlambi nindifulathele
Nd'yathemba londifundisa isifundo
Ewe ndisifundile

Hololo
Hololo
Hololo
Ho

Awundihoy' hoy' hoy
Hoy' hoy' hoyi
Hoy' hoy' hoy

Kutheni usothuka xa
Ubucing'ba ndizaw'hlalela lonto
Ingabe iyozala Nkomo ni?
Kutheni usothuka xa
Ubucing'ba ndizaw'hlalela lonto
Ingabe iyozala Nkomo ni?

Awundihoy' hoy' hoyi
Hoy' hoy' hoyi
Hoy' hoy' hoyi
Hoy' hoy' hoyi

Get this song on
Apple Music

Get this song on
Spotify

Youtube
Soundcloud
Share what this song means to you..