We do not have a sample of this song ):

Ami Faku's picture

Tshomi Yam

(View album: Imali)

A Major (Ionian)

number of views for this lyric  2458 views

play button



40% accurate

Ndisol' imini endadibana nawe ngayo
Wafika wathatha ubuhle bempilo yami
Ndoze ndiphinde ndikuthembe njani ye?
And’sakufuni empilweni yami

Ndiphanse ndafa tshoma
Ndiphanse ndafa tshoma
Iimpundulu zakho ziyandilandela
Ndiphanse ndafa tshoma
Ndiphanse ndafa tshoma
Iimpundulu zakho ziyandilandela

Ziyandilandela
Ziyandilandela (landela)
Ziyandilandela (landela)
Ziyandilandela
Ziyandilandela (uyitshomi emdaka)
Ziyandilandela
Ziyandilandela (ziyandilandela)
Ziyandilandela (ohh)
Ziyandilandela
Ziyandilandela

Uphantse wandenzela wandenzela phantsi
Uyitshomi tshomi emdaka
Uphanse wandenzela ndenzela phantsi
Uyitshomi tshomi emdaka

Ndiphanse ndafa ndafa
Ndiphanse ndafa ndafa
Ziyandilandela

Get this song on
Apple Music

Get this song on
Spotify

Youtube
Soundcloud
Share what this song means to you..