Emva kwazo zonke iintlungu
Emva kwazo zonke iinyembezi
Ukuphila kundilungele
Phila kundilungele hey kundilungele
Emva kwazo zonke iintlungu
Emva kwazo zonke iinyembezi
Ukuphila kundilungele
Phila kundilungele hey kundilungele
Izolo limnkile iinyembezi zosuliwe
Imvula inile amanxeba apholile
Wakhala kabuhlungu kangaka kanti awunathemba na
Wakhala kabuhlungu kangaka kanti awunathemba na
Awuna themba awuna themba na
Emva kwazo zonke iintlungu
Emva kwazo zonke iinyembezi
Ukuphila kundilungele
Phila kundilungele hey kundilungele
Akekho umntu ohleli njena udalelwe ukulila
Akekho umntu ohleli njena udalelwe usokola
Awuna themba na awuna themba na
Emva kwazo zonke iintlungu
Emva kwazo zonke iinyembezi
Ukuphila kundilungele
Phila kundilungele hey kundilungele
Emva kwazo zonke iintlungu
Emva kwazo zonke iinyembezi
Ukuphila kundilungele
Phila kundilungele hey kundilungele.