Xa unganalixesha londithanda ndicela ungazifosti
Mhlawumbe ukhon’ omunye
Xa unganalixesha londihoya ndicela undilibale
Mhlawumbe ukhon’ omunye
Maxesha amaninzi ndiyazibuza mna
Kutheni ndiz’thandabuza mna
Kanti uyanthanda mna
Kamb’ uyand’ feel-a mna
Now I spent my whole life loving you
With no excuses
Ain’t no doubt you’re my one and only
Sthandwa sam
Xa unganalixesha londithanda ndicela ungazifosti
Mhlawumbe ukhon’ omunye
Xa unganalixesha londihoya ndicela undilibale
Mhlawumbe ukhon’ omunye
Ufikil’ izolo, izolo njengesiqhelo
Ngabe ndiqonda uhlelanga*
Ngoba these days you’re so predictable
Ndicithe noma*
Mna andsak’yazi ungubani na
Xa unganalixesha londithanda ndicela ungazifosti
Mhlawumbe ukhon’ omunye
Xa unganalixesha londihoya ndicela undilibale
Mhlawumbe ukhon’ omunye