We do not have a sample of this song ):

Vusi Nova's picture

Uphind’ugalele

(View album: Full Circle)

A Major (Ionian)

number of views for this lyric  1399 views

play button



40% accurate

Eyam iglass ayigcwelanga
Uzuphinde ugalele

Uzugalele ugalele ugalele
Uzuphinde ugalele

Mna ndine chomi yam
Yoni iyadihlagula*
Kuzigigaba zalomhlaba

Ndinomacala wam
Uyandisebenzela
Ngoba ehla enyuka kulomhlaba

Eyam iglass ayigcwelanga
Uzuphinde ugalele

Uzugalele ugalele ugalele
Uzuphinde ugalele

Abaninzi bath’umngani* o wrong
Abanye bathi uzabuthola
Mngani wam
Kodwa ndithi, forever yena
Bazama kusohlukanisa

Eyam iglass ayigcwelanga
Uzuphinde ugalele

Uzugalele ugalele ugalele
Uzuphinde ugalele

Get this song on
Apple Music

Get this song on
Spotify

Youtube
Soundcloud
Share what this song means to you..