Vuthela moya, vuthela
(Vuthela moya, vuthela)
Zabalazile, zabalaza
Nenza thina
Amaphiko
Zabalazile, zabalaza
Oh Zabalaza zabalaza
Ndine 50 tiger
Ndiyothenga ngayo
Eyokugcina
Ndiyobona njalo
Ndine BA degree
Nantsi ibhaliwe
Ndiyoncenga ngayo
Imali yesonka
Ndine C-class, ndine class
Ndihlala ebackroom
Emzini kamama
Ndincedis’ekhaya