Ndambuz'uNkululeko
Ngenkokheli zethu
Ndathi "yintoni le
Inzenza zingakhathali kangaka?"
Ndathi "yintoni le
Inzenza zingakhathali kangaka?"
Wathi ukundiphendula
Wathi ukundiphendula
Ziyafana zonke (Ziyafana zonke)
Zingamaxoki zonke (Zingamaxoki zonke)
Ziyafana zonke (Ziyafana zonke)
Zingamamenemene zonke (Ziyafana zonke)
Ziyafana zonke (Ziyafana zonke)
Zingamabhedengu (Zingamaxoki zonke)
Ziyafana zonke (Ziyafana zonke)
Zingamaxoki zonke (Zingamaxoki zonke)
Heyi, kodwa ngeny'imini
Bovuka abantu
Bamanyane
Bathathel'amandla kubo
Bovuka abantu
Bamanyane
Bathathel'amandla kubo
Bovuka abantu
Bamanyane
Bathathel'amandla kubo
Bovuka abantu
Bamanyane
Bathathel'amandla kubo
Ngoba ziyafana zonke (Ziyafana zonke)
Zingamaxoki zonke (Zingamaxoki zonke)
Ziyafana zonke (Ziyafana zonke)
Zingamamenemene zonke (Ziyafana zonke)
Ziyafana zonke (Ziyafana zonke)
Zingamabhedengu (Zingamaxoki zonke)
Ziyafana zonke (Ziyafana zonke)
Zingamaxoki zonke (Zingamaxoki zonke)